Acts 16:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabatabata naye ngelona ixeshana lobusuku, wahlanza imivimbo yabo, wabapitizeshwa yena nabo bonke abake kwa oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabathabatha ngelo lixa lobusuku, wayihlamba imivumbo yabo; wabhaptizwa yena kwalapho, nabo bonke abakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabathabatha ngelo lixa lobusuku, wayihlamba imivumbo yabo; babhaptizwa kwaoko, yena nabo bonke abakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo yure kanye yobusuku ujela wabathatha, wahlamba amanxeba abo; waza wabhaptizwa kunye nosapho lwakhe kwangoko.