Acts 16:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kanjalo akuba ebanyusele endlwini yake, wababekela ukutya, wagcoba ukuba ekoliwe kutixo, kunye nayo yonke indlu yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo, ebanyuse wabasa endlwini yakhe, wabeka ukudla phambi kwabo, wagcoba nendlu yakhe yonke, kuba ekholwa kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo, ebanyuse wabasa endlwini yakhe, wabeka ukudla phambi kwabo, wagcoba nendlu yakhe yonke, kuba ekholwa kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya nabo endlwini yakhe ooPawulos noSilas, wabapha ukutya. Yena nosapho lwakhe bazaliswa luvuyo ngenxa yokuba bezinikele kuThixo.