Acts 16:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bapuma ke entolongweni, baza bangena endlwini ka‐Lidiya: baza bakuba bebebonile abazalwana, babonwabisa, bemka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bephumile ke entolongweni, baya kungena kwaLidiya; bathi, bebabonile abazalwana, babayala, bemka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bephumile ke entolongweni, baya kungena kwaLidiya; bathi, bebabonile abazalwana, babathuthuzela, bemka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos noSilas bayishiya ke intolongo leyo, baya kwaLidiya. Apho ke bahlangana namakholwa, baza bathi, bakuba bewakhuthazile, bemka.