Acts 17:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula abazalwana kwa oko bamsusa u‐Paulusi ukuya njengokuba kuyiwa elwandle; kodwa u‐Silasi no‐Timote basala kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bandula ke kwaoko abazalwana, bamsusa uPawulos ukuba abheke ngaselwandle; kwasala uSilas kwanoTimoti khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bandula ke kwaoko abazalwana, bamsusa uPawulos ukuba abheke ngaselwandle; kwasala uSilas noTimoti khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amakholwa amsa ngaselwandle uPawulos kwangoko. Basala bona ooSilas noTimoti eBheriya.