Acts 17:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa u‐Paulusi ebebalinda e‐Atenesi, umoya wake ubucapukiswa pakati kwake, ebona isixeko ukuba sizele zizitixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubon ukuba uPawulos ubalindile eAtene, wacaphuka, akuwubona umzi uzizithixo kuphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akubon’ ukuba uPawulos ubalindile eAtene, wacaphuka, akuwubona umzi uzizithixo kuphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi xa uPawulos wayesalinde uSilas noTimoti eAtene, wafumana umnqa kukubona indlela ezazizininzi ngayo izithixo kuloo dolophu.