Acts 17:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Paulusi, njengokuba belinjalo isiko lake, wangena kuwo, wati ngesabata zantatu wateta nawo eziba̔lweni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokwesiko ke likaPawulos wangena kuwo; waye iisabatha ezintathu exoxa nawo, ethabatha ezibhalweni,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, ngokwesiko lakhe ke uPawulos wangena kubo, wathi iisabatha ezintathu, exoxa nabo ngezibhalo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko ebeqhele ukwenjenjalo, uPawulos waya endlwini yesikhungo leyo. Apho wayexoxa nabantu *ngeziBhalo imiGqibelo emithathu,