Acts 17:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba uzingenisa ezindlebeni zetu izinto ezitile ezimangalisayo: singa singazi ngoko, zingafun’ ukuti nina ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uzisa izinto ezithile zasemzini ezindlebeni zethu;singa singazi ngoko, ukuba zingaba zifuna ukuba yintoni na ezi zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uzisa izinto ezithile zasemzini ezindlebeni zethu; singa singazi ngoko, ukuba zingaba zithetha ukuthini na ezi zinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezinye zezinto esikuva uthetha ngazo ziyasimangalisa, ngoko ke sifuna ukuyazi intsingiselo yazo.”