Acts 17:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Paulusi wema pakati kwayo indawo e‐kutiwa yi‐Aripago, wati: Madoda ase‐Atenesi! nditi ngendawo zonke ndibone okokuba nigqitisile ngokuhlonela otixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wema ke uPawulos esazulwini seAreyopago, wathi: Madoda aseAtene, ndiyabona ukuba ezintweni zonke nincamisile ukuhlonela izithixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wema ke uPawulos esazulwini seAreta, wathi, Madoda aseAtene, ndiyabona ukuba ezintweni zonke nincamisile ukuhlonela izithixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos waphakama wema entlanganisweni apho eAriyopago, wathi: “Bantu baseAtene, ndiyaphawula ukuba ningabantu abaluthanda ngokuncamisayo unqulo.