Acts 17:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akakonzwa zizandla zabantu kanjako, njengokungati ebeswela into, enguye ngokwake obapa bonke ubomi, nompefumlo, nento zonke;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo akaphiliswa zizandla zabantu, ngokoswele into, inguye nje obanika bonke ubomi, nomphefumlo, nazo zonke izinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akaphiliswa zizandla zabantu, ngokoswele nto, inguye nje obanika bonke ubomi, nomphefumlo, nazo zonke izinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
engaswele nto ngokokude abantu bazidube ngokumenzela nto. Kuba kaloku nguye ngokwakhe onika ubomi nomphefumlo, nazo zonke iimfuneko zoluntu lonke.