Acts 17:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ote kanjalo wazenza ngegazi linye zonke intlanga zabantu, ukuba bahlale pezu kwobuso bonke bomhlaba, ebalule amaxesha amiselweyo pambili nemida yentlalo yabo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo wazenza ngagazi-nye zonke iintlanga zabantu, ukuba zime phezu kwawo wonke umhlaba, emisa amaxesha abekwe ngenxa engaphambili, nemida yokuma kwazo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kanti wazenza ngagazi-nye zonke iintlanga zabantu, ukuba zime phezu kwawo wonke umhlaba, emisa amaxesha amisiweyo ngenxa engaphambili, nemida yokuma kwazo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke iintlanga zabantu wazidala zaphuma mlibeni mnye, wazenza ukuba ziwume wonke umhlaba. Yena ngokwakhe kwangaphambili wazimisela amaxesha obomi, kunye nemida yokuhlala kwazo.