Acts 17:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lomaxesha okungazi ke utixo ewanyamezele nje, uti kaloku ayalele bonke abantu kuzo zonke indawo ukuba baguquke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Loo maxesha ke ngoko okungazi, uThixo wawayeka ngabomi;kungoku uyala abantu bonke ezindaweni zonke ukuba baguquke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Loo maxesha ke oko kungazi, uThixo wawayeka ngabomi; kungoku uyala abantu bonke ezindaweni zonke ukuba baguquke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wayewayeke ngabom loo maxesha apho abantu babengazi. Kungokunje uyalela abantu bonke, ezindaweni zonke, ukuba baguquke ezindleleni zabo ezimbi.