Acts 17:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokokuba emisile umhla, okungawo uya kugweba ilizwe ngobulungisa, ngendoda ayibaluleyo, ebenzele bonke isiqiniso ngokuyivusa kwabafileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokokuba emise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda awayimisayo, ebanike bonke ukholo ngokuyivusa kwabafileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba umise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda ayimiseleyo; abanike isiqinisekiso bonke abantu ngokumvusa kwabafileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uwumisele umhla apho aya kuligweba ihlabathi lonke liphela ngobulungisa, ngeNdoda ayimiseleyo. Le nto uyingqine kubantu bonke ngokuyivusa loo Ndoda ekufeni.”