Acts 18:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ndinawe mna, kwaye kungayi kuwelana nawe namnye ukuze akwenzakalise; ngokuba ndinabantu abaninzi kwesisixeko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokokuba mna ndinawe, kanjalo akukho namnye uya kukusa sandla, akuphathe kakubi; ngokokuba ndinabantu abaninzi kulo mzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba mna ndinawe, kanjalo akukho namnye uya kukusa sandla, akuphathe kakubi; ngokuba ndinabantu abaninzi kulo mzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba mna ndinawe. Akukho mntu uya kukuchukumisa, kuba baninzi abantu bam kule dolophu.”