Acts 18:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala kona ke umnyaka mnye unenyanga ezintandatu, efundisa pakati kwabo ilizwi likatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlala khona ke umnyaka oneenyanga ezintandathu, efundisa ilizwi likaThixo phakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahlala khona ke unyaka oneenyanga ezintandathu, efundisa ilizwi likaThixo phakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos wahlala apho ke unyaka onesiqingatha, ebafundisa ilizwi likaThixo abantu.