Acts 18:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ukuba ngumbuzo ngawo amazwi, nangamagama, nangomteto wakowenu, wukangeleni ngokwenu; ngokuba ndingafuni ukuba ngumgwebi wezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa ukuba yimbuzwano ngelizwi, namagama, nomthetho ongowenu, zikhangeleleni nina; kuba mna andingi ndingaba ngumgwebi wezo zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukuba yimbuzwano ngelizwi, namagama, nomthetho wenu, zikhangeleleni nina; kuba mna andiyi kuba ngumgwebi wezinto ezinjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ngenxa yokuba lo mbandela uphathelele kumazwi, namagama, nomthetho wenu, ziboneleni nina ukuba ningawulungisa njani na. Mna andinakugweba izinto ezinjalo.”