Acts 18:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni ebefuna ukuhambela e‐Akaiya, abazalwana baba̔la kubadisipile bakona, ba ba yala ukuba mabamamkele ngembuko: owati akufika, wabanceda kakulu abo bakoliweyo ngalo ufefe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubon ukuba unga angadlula aye kwelaseAkaya, abazalwana babhala bebayala abafundi ukuba bamamkele; owathi akufika, wabanceda kakhulu abakholiweyo ngalo ubabalo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akubon’ ukuba ungadlula aye kwelaseAkaya, abazalwana babhala, bababongoza abafundi ukuba bamamkele; owathi akufika, wabanceda kakhulu abo bakholwayo ngalo ubabalo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UApolo wagqiba ukuba aye kwelaseAkaya, aza amakholwa ase-Efese amkhuthaza amphathisa neleta emazisayo kumakholwa alapho. Akufika khona waba luncedo olukhulu kwabo babethe ngesisa sikaThixo baguquka,