Acts 18:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangenxa yokuba ubuncibi bake bebunjengobabo, wahlala kubo, wasebenza: ngokuba bebengabenzi bentente ubuncibi babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke, ngenxa yokuba belilinye ishishini labo, waselehlala nabo esebenza; kuba babengabenzi beentente, ishishini labo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthe ke, ngenxa yokuba belilinye ishishini labo, waselehlala nabo esebenza, kuba babengabenzi beentente, ishishini labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wahlala kunye nabo, wasebenza kunye nabo, kuba kaloku wayephila ngokwenza iintente njengabo.