Acts 19:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bekunjalo lakulayo ilizwi lenkosi ngamandla, loyisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lenjenjalo ke ilizwi leNkosi ukwanda ngamandla nokweyisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lenjenjalo ke ilizwi leNkosi ukwanda ngamandla nokweyisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamandla eNkosi ilizwi leNkosi lanwenwezela, lakhula, laya lisomelela ngokomelela ngale ndlela.