Acts 19:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umntu otile ogama lalingu‐Demetriyusi, umkandi wesilivere, obezenza itempilana zesilivere zo‐Diyana, wabezenzela incibi inzuzo engencinane;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uthile, ogama linguDemetriyo, umkhandi wesilivere, obesenza iitempile zesilivere zika-Artemis, wayezizuzisa iingcibi inzuzo engencinane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uthile, ogama linguDemetriyo, umkhandi wesilivere, obesenza iitempile zesilivere zika-Artemis, wayezizuzisa iingcibi inzuzo enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDemetriyo umfo owayebumba imifanekiso yendlu yesithixokazi *uArtemis ngesiliva, wayewenzela ingeniso enkulu ngolu shishino amagcisa aqeshwe nguye.