Acts 19:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni u‐Paulusi ebenga angangena ebantwini, abadisipile babengamvumeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uPawulos, enga angangena entlanganisweni yabantu, abamvumela abafundi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akubon’ ukuba uPawulos angangena esihlweleni, abamvumela abafundi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos wafuna ukungena phakathi kwesihlwele eso, ukuze athethe naso, kodwa amakholwa akamvumelanga.