Acts 19:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke abanye bebedanduluka ngento etile, nabanye ngento yimbi: ngokuba intlanganiso ibipitizele; baye abaninzi kubo bebengazi ukuba bebebutene ngenxa yanto nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abanye ke ngoko babenkqangaza enye into, abanye yimbi, kuba ibandla labe lidubadubekile; baye abaninzi bengazi ukuba babuthelene ngenxa yantoni na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abanye ke ngoko babenkqangaza enye into, abanye yimbi, kuba ibandla labe lidubadubekile; baye abaninzi bengazi ukuba babuthelene ngenxa yantoni na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangeli xesha ke intlanganiso xa iyonke yayisisiphithi-phithi nje. Kaloku abanye babekhwaza bethetha le, bambi bekhwaza bethetha leya; kuba kaloku uninzi lwaluhamba nje nezihlwele, lungazi nokuba indibano le yeyantoni na.