Acts 19:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bakunakana ukuba ungum‐Juda, kwesuka izwi nye kubo bonke, bedanduluka iyure zanga zambini, besiti: Umkulu u‐Diyana wama‐Efese!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa bakuqonda ukuba ungumYuda, benza inzwinini enye bonke bephela, benkqangaza umzuzu omaxa mabini, besithi, Mkhulu uArtemis wabase-Efese!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa bakuqonda ukuba ungumYuda, benza inzwinini enye bonke bephela, benkqangaza umzuzu omaxa amabini, besithi, Mkhulu uArtemis wabase-Efese!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa bathi bakumqonda ukuba ungumJuda, batsho ngazwinye, besenza intswahla, bekhwaza, bephinda-phinda besithi: “Mkhulu uArtemis wamaEfese!” Kwada kwaphela iiyure ezimbini besenza loo nto.