Acts 19:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba niwazisile apa amadoda la, engengabo abapangi betempile, engengabo nabagxeki botixokazi wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba niwazise apha la madoda, engebaphangi batempile, nabanyelisi bothixokazi wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba niwazise apha la madoda, engebaphangi bamabandla kaThixo, nabanyelisi bothixokazi wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
La madoda nize nawo apha, nangona angebanga zinto zingcwele zendlu yonqulo okanye anyelise isithixokazi sethu.