Acts 19:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ke ngoko u‐Demetriyusi, nencibi ezinaye, banendawo ngakuye umntu, kubanjwa imihla yamatyala, kuko nabagwebi; mabamemane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke ngoko uDemetriyo neengcibi ezinaye banendawo emntwini, zikho iimini zamatyala, akho namabamba;mabamangalelane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke ngoko uDemetriyo neengcibi ezinaye banendawo emntwini, zikho iimini zamatyala, akho namabamba; mabamangalelane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uDemetriyo nezicaka zakhe banesityholo ngakubani, ikho imihla eyaziwayo yenkundla, neziphathamandla zikhona; bangamangalelana khona.