Acts 19:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke u‐Paulusi: u‐Johane okunene wabapitizesha ngobapitizesho lwoguquko, esiti ebantwini, mabakolwe kulowo ozayo emva kwake, oko kukuti, ku‐Yesu ongu‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uPawulos, UYohane okunene wabhaptiza ubhaptizo lwenguquko, esithi ebantwini, mabakholwe kulowo uzayo emva kwakhe, oko kukuthi, kuKristu Yesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uPawulos, uYohane okunene wabhaptiza ngobhaptizo lwenguquko, esithi ebantwini, mabakholwe kulowo uzayo emva kwakhe, oko kukuthi, kuKristu Yesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPawulos wabachazela wathi: “Ubhaptizo lukaYohane lona lwalusalatha inguquko. Yena wayebaxelela abantu ukuba bazinikele kulowo wayesiza emva kwakhe; nguYesu ke lowo.”