Acts 2:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba aba benganxili, njengokuba nizindla nina; ngokuba kuyiyure yesitatu yemini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aba abanxilile, njengoko nina niba kunjalo, kuba kuselilixa lesithathu lemini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aba abanxilile, njengoko nina niba kunjalo, kuba kuselilixa lesithathu lemini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
La madoda akanxilanga njengoko niba kunjalo nina, kuba kusekusasa ngentlazane,