Acts 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ewe, napezu kwezicaka zam, napezu kwezicakakazi zam, ndiya kugalela kumoya wam ngaleyomihla, zaziya kuprofitesha ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, ndaye, phezu kwabakhonzi bam, naphezu kwabakhonzazana bam, ngaloo mihla Ndiya kumthulula uMoya wam, baprofete;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naphezu kwabakhonzi bam, naphezu kwabakhonzazana bam, ngaloo mihla ndiya kumthulula uMoya wam; kwaye baya kuprofeta.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, nezicaka nezicakazana zam ndiya kuzigalela ngoMoya wam ngaloo mihla, zize zishumayele.