Acts 2:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Madoda, bo‐Sirayeli! yivani amazwi la: U‐Yesu um‐Nazarete, umntu obonakalisiweyo kuni ukuba uvela kutixo ngezenzo zamandla, nangemimangaliso, nangemiqondiso, owazenzayo utixo ngaye pakati kwenu, njengokuba nisazi nani ngokwenu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Madoda, maSirayeli, waveni la mazwi: UYesu waseNazarete, indoda eqondakalisiweyo nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla, nangezimanga, nangemiqondiso, awayenzayo uThixo ngayo phakathi kwenu, njengokuba nisazi nani ngokwenu:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Madoda, maSirayeli, waveni la mazwi; uYesu waseNazarete, indoda eqondakalisiweyo nguThixo kuni, ngemisebenzi yamandla, nangezimanga, nangemiqondiso, awayenzayo uThixo ngayo phakathi kwenu, njengokuba nisazi nani ngokwenu:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“MaSirayeli, phulaphulani la mazwi: UYesu waseNazarete yindoda eyâlathwa nguThixo, yaza yabonakaliswa ngemisebenzi yamandla nemimangaliso nangemiqondiso awayenzayo uThixo ngayo. Nani ngokwenu niyayazi loo nto, kuba yenzeka phakathi kwenu apha.