Acts 2:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lo, enikelwe ngecebo elimisiweyo nangokwazi okupambili kukatixo, nimtabatile, nambetela ekuruseni ngezandla zabaginwa, nambulala:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yena lowo, ekhutshwe ngecebo elimisiweyo likaThixo nangokwazi kwakhe kwenxa engaphambili, namthabatha ngezandla zabachasene nomthetho, nambethelela emnqamlezweni, namsika;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
yena lowo, ekhutshwe ngecebo elimisiweyo likaThixo nangokwazi kwakhe kwenxa engaphambili uThixo, namthabatha, nambethelela emnqamlezweni, namsika ngezandla zabangendawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo Yesu ke, wanikelwa kuni ngokuthanda nangokwazi kukaThixo, nambulala ngokumnikela ukuba abethelelwe emnqamlezweni ngabantu abangawukhathalelanga umthetho wethu.