Acts 2:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Davide esiti ngaye: Ndambona uyehova pambili pambi kwam futi, kuba engasekunene kum, ukuze ndingashukunyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uDavide uthi, esingisele kuye, Ndahlala ndiyibona iNkosi phambi kwamehlo am, Ngokuba ingasekunene kwam, ukuze ndingashukunyiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uDavide uthi, esingisele kuye, Ndahlala ndiyibona iNkosi phambi kwamehlo am, Ngokuba ingasekunene kwam, ukuze ndingashukunyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uDavide uthi ngaye: “ ‘Ndasoloko ndiyibona iNkosi iphambi kwam ngamaxesha onke. Yintonga yam yasekhosi iNkosi, ngoko andiyi kuchukunyiswa nto.