Acts 2:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yoku intliziyo yam yavuya, nolwimi lwam lwagcoba; nakanjako nenyama yam iya kupumla ngetemba:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko intliziyo yam yaba nemihlali, lwagcoba ulwimi lwam; Ngaphezu koko ke nenyama yam iya kuphumla inethemba;Ngokuba akuyi kuwushiya umphefumlo wam kwelabafileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko yaba nemihlali intliziyo yam, lwagcoba ulwimi lwam; Ngaphezu koko ke nenyama yam iya kuphumla inethemba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungoko yagcobayo intliziyo yam, ndathetha ndinemivuyo. Ngaphezu koko ndiya kuhlala ndinethemba lokuba andiyi kufa,