Acts 2:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuba ungayi kushiya umpefumlo wam ehadesi, nokuba ungayi kuyekelela oyingcwele yako abone ukubola.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo akuyi kumnikela oyiNgcwele wakho ekuboneni ukubola.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba akuyi kuwushiya umphefumlo wam kwelabafileyo, Kananjalo akuyi kumyekela oyiNgcwele wakho ukuba abone ukubola.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba akuyi kuwuyeka kwelabafileyo umphefumlo wam, ungayi kusiyeka sibole isicaka sakho esikholekileyo.