Acts 2:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku engumprofite nje, esazi kanjako ukuba utixo ebefungile kuye ngesifungo sokuti uya kumvusa u‐Kristu, ngokwenyama, kwisiqa̔mo sesinqe sake, ukuza kuhlala pezu kweterone yake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko, kuba engumprofeti, esazi nokwazi ukuba uThixo wamfungela isifungo sokuba esiqhameni sesinqe sakhe ngokwenyama uya kuvelisa uKristu, ukuba ahlale phezu kwetrone yakhe:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko, ekubeni engumprofeti, esazi nokuba uThixo wamfungela isifungo esithi, esiqhameni sesinqe sakhe ngokwenyama, uya kuvelisa uKristu, ukuba ahlale etroneni yakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengokuba *wayengumshumayeli, wayesazi isithembiso sokuba uThixo wafunga ukuba omnye kubazukulwana bakhe uya kuba ngukumkani njengaye.