Acts 2:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ekubona oku ngapambili nje, wateta ngako ukuvuka kuka‐Kristu, ukuba umpefumlo wake wabungashiywa ehadesi, nokuba inyama yake yabingaboni ukubola.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uthe ebona ngenxa engaphambili, wathetha ngako ukuvuka kukaKristu, ukuba umphefumlo wakhe ungashiywanga kwelabafileyo nenyama yakhe ingabonanga kubola.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ebonile ngenxa engaphambili, wathetha ngako ukuvuka kukaKristu, ukuba umphefumlo wakhe ungashiywanga kwelabafileyo nenyama yakhe ingabonanga kubola.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Walubona ke kwangaphambili uvuko lukaKrestu, wathetha ngalo, exela ukuba akayi kuyekwa kwelabafileyo, futhi engayi kubola.