Acts 2:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena lo u‐Yesu utixo wamvusa, esingamanqi̔na ako tina sonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wamvusa lo Yesu, esingamangqina ako oko thina sonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lo Yesu uThixo wamvusa, esingamangqina ako oko thina sonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo ke wamvusa ekufeni lo Yesu; saye ke thina sonke singamangqina aloo nto.