Acts 2:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bakuva oku, bahlatywa entliziyweni, bati ku‐Petrosi nakwabanye abapostile: Siya kwenza nto nina, madoda, bazalwana?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku bathe, bakukuva oko, bahlabeka entliziyweni, bathi kuPetros nakwabanye abapostile, Madoda, bazalwana, sithini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku bathe, bakukuva oko, bahlabeka entliziyweni, bathi kuPetros nakwabanye abapostile, Madoda, bazalwana, sithini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yabahlabanisela kakhulu intetho kaPetros abantu, bakuba beyivile; baza bathi kuPetros *nabathunywa ababenaye: “Kufuneka senze ntoni, mawethu?”