Acts 2:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba isibambiso senzelwe nina, nabantwana benu, nabo bonke abakude, abo abasukuba bebizwa yinkosi utixo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba idinga likuni, nakubantwana benu, nakubo bonke abakude, esukuba iNkosi uThixo wethu iya kubabiza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku idinga likuni, nakubantwana benu, nakubo bonke abakude, esukuba iNkosi uThixo wethu iya kubabiza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba isithembiso esenziwa nguThixo senzelwa nina nabantwana benu, kwanâbo bakude, bebonke abo iNkosi uThixo wethu ibabizayo.”