Acts 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bazaliswa kwa bonke ngumoya oyingcwele, baqala ukuteta ngezinye inteto, njengokuba umoya wabebanika ukupimisela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazaliswa bonke nguMoya oyiNgcwele, baqala ukuthetha ngalwimi zimbi, njengoko uMoya wayebanika ukuba bathethe baphimisele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazaliswa bonke nguMoya oyiNgcwele, baqala ukuthetha ngalwimi zimbi, njengoko uMoya wayebanika ukuba bathethe baphimisele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bazaliswa ke bonke nguMoya oyiNgcwele, baza bathetha ngalwimi zimbi, njengoko uMoya wabaphayo.