Acts 2:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babe ke bonke abakolwayo bendawonye, babala zonke izinto ukuba zizezabo bonke,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke ke ababekholwa babendawonye, benobudlelane ngeento zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku bonke ababekholwa babendawonye, benobudlelane ngeento zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abakholwayo bahlala bebambene, bedlelana ngezinto abanazo omnye nomnye.