Acts 2:45 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
batengisa ngemfuyo zabo nangempahla zabo, bazahlulahlula kubo bonke, njengoko kusukuba umntu enokuswela ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye bethengisa nangemihlaba nangempahla yabo, babele bonke, njengoko ebethi ubani aswele ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye bethengisa nangemihlaba nangemihlaba yabo, babele bonke abantu njengoko ebesukuba eswele ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babethengisa ngempahla yabo, babelane ngemali leyo ngokweentswelo zomntu ngamnye.