Acts 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku kube kuhlala e‐Yerusaleme ama‐Juda, amadoda abubedesho, evela kuzo zonke intlanga ezipantsi kwezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwakumi eYerusalem apho amaYuda, amadoda awoyika uThixo, evela kuzo zonke iintlanga eziphantsi kwezulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwakumi eYerusalem apho amaYuda, amadoda awoyika uThixo, evela kuzo zonke iintlanga eziphantsi kwezulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
EJerusalem apho kwakukho amaJuda, abantu ababenenzondelelo ngezinto zikaThixo, bevela kuzo zonke izizwe zehlabathi.