Acts 20:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza enyukile, eqezule isonka, etyile, encokolile kade kwada kwati qi̔p’ ukusa, wemka ngokunjalo ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka ke, waqhekeza isonka, wadla; kananjalo waxoxa ngokwaneleyo kwada kwasa, wemka njalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka ke, waqhekeza isonka, wadla; kananjalo waxoxa ngokwaneleyo kwada kwasa, wemka njalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uPawulos wenyuka waya egumbini eliphezulu, wafika wathatha isonka watya. UPawulos wathetha nabo kwada kwaphuma ilanga, waza ke wemka.