Acts 20:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, bona ke, ndiyazi ukuba nina nonke, endahambayo pakati kwenu ndishumayela ubukumkani bukatiko, aniyi kubuya nibone ubuso bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nangoku, yabonani, ndiyazi mna, ukuba nina nonke ndahambayo phakathi kwenu, ndibuvakalisa ubukumkani bukaThixo, anisayi kuba sabubona ubuso bam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nangoku, yabonani, ndiyazi mna, ukuba nina nonke ndahambayo phakathi kwenu, ndibuvakalisa ubukumkani bukaThixo, anisayi kubuya nibubone ubuso bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndijikelezile phakathi kwenu, ndivakalisa ngolawulo lukaThixo kuni. Ibe ngoku ndazi kakuhle ukuba akukho bani kuni uya kuphinda andibone.