Acts 20:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ndiyaninqi̔nela kulemini yanamhla, ukuba ndimsulwa kulo igazi labo bonke:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko ndingqinayo kuni ngayo le mini yanamhla, ukuba mna ndimsulwa egazini labo bonke; kuba andinifihlelanga nto;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko ndingqinayo kuni ngayo le mini yanamhla, ukuba mna ndimsulwa egazini labo bonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokunjalo ndingqina ndiqinisekile ngayo le mini ukuba xa kuthe kwakho umntu olahlekayo apha kuni, ndimsulwa mna,