Acts 20:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ndingabambanga mva nanto, ukuba ndibe ndinganishumayezanga lonke icebo likatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndanityela lonke icebo likaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndanixelela lonke icebo likaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba andizange ndifihle nto – ndalivakalisa njengoko linjalo icebo likaThixo kuni.