Acts 20:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndikwazi oku mna, ukuba kwoti emveni kwokumka kwam kungene incu̔ka ezinzima pakati kwenu, zingayeki umhlambi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba mna ndiyakwazi oku, ukuba emva kokumka kwam, kuya kungena phakathi kwenu iingcuka ezibawayo, zingawucongi umhlambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mna ndiyakwazi oku, ukuba emva kokumka kwam, kuya kungena phakathi kwenu iingcuka ezibawayo, zingawucongi umhlambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba ndiyazi ukuba ndakumka, kuya kuvela kwalapha kuni iingcuka eziqwengayo, ezingayi kuba nanceba ngomhlambi lo.