Acts 20:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuni ngokwenu kwovuka amadoda eteta izinto ezigwenxa, ukuze ar̔ole abadisipile baye emva kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nakuni ngokwenu kuya kuvela amadoda athetha izinto ezigwenxa, ukuba abarhole abafundi emva kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nakuni ngokwenu kuya kusuka amadoda athetha izinto ezigwenxa, ukuba abarhole abafundi emva kwawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwalapha kuni kuya kubakho amadoda agqwetha inyaniso, enenjongo yokuwalahlekisa amakholwa.