Acts 20:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko lindani, nikumbule ukuba iminyaka yamitatu, ebusuku nasemini, andapeza ukuyala bonke ngabanye ndinenyembezi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko ndithi, Phaphani, nikhumbula ukuba iminyaka emithathu, ubusuku nemini, andiyekanga ukululeka bonke ngabanye, ndineenyembezi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko ndithi, Phaphani, nikhumbule, ukuba iminyaka emithathu, ubusuku nemini, andiyekanga ukululeka bonke ngabanye, ndineenyembezi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lumkani ngoko, nikhumbule ukuba imini nobusuku ndaniluleka nonke ngabanye, ndisezinyembezini, ithuba leminyaka emithathu.