Acts 21:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwotiwa nina ngoko? umhlambi ufanele kunene ukuba ubutane; ngokuba beya kuva ukuba ufikile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthiweni na ke? Kakade kuya kuhlanganisana inkitha; kuba aya kuva ukuba ufikile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuyintoni na ke ngoko? Kumelwe kuhlanganisana inkitha; kuba baya kuva ukuba ufikile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kunjalonje aza kuva ukuba ufikile. Uthi kungenziwa ntoni?