Acts 21:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Ngokuba ebesel’ ebonile u‐Trofimo um‐Efese esixekweni kunye naye, abebeba u‐Paulusi wamngenisa etempileni.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abebone ngeenxa engaphambili uTrofimo wase-Efese, ndawonye naye phakathi komzi; abeba uPawulos umngenise etempileni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Kuba abebone ngaphambili uTrofimo wase-Efese, ndawonye naye esixekweni, abeba uPawulos umngenise etempileni.)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babesitsho kuba babekhe bambona kaloku uTrofimo wase-Efese edolophini apho, ekunye noPawulos; ngoku ke babeba uPawulos umzise endlwini kaThixo.